×

Log In

×
UserName:
Password:



Forgot Password?

×

Reset Password

×
e-mail:

×

Sign Up

×
e-mail:
UserName:
Password:

Lyrics



Yanga Chief - 200 Lyrics





chorus
Ndinento yam ebomvu
Hamba ngo 200
Ndinento yam eyellow
Fana no Phongolo
Ndinento yam egreen
Thenga ngayo yonk imini
Beja ngayo ndithand uk'wina
Ngena ngayo noba phi
Ndinento yam ebomvu
Hamba ngo 200
Ndinento yam eyellow
Fana no Phongolo
Ndinento yam egreen
Thenga ngayo yonk imini
Beja ngayo ndithand uk'wina
Ngena ngayo noba phi

Hayi lanto, hayi lanto, hayi lanto, yesis
Hayi lanto, hayi lanto, hayi lanto, yesis
Hayi lanto, hayi lanto, hayi lanto, yesis
Hayi lanto, hayi lanto, hayi lanto, yesis

verse 1
Ngiyabalimaza, Yanga yingozi
Ngena ngomlozi, ngena ngendlovu
Never die, ndifana ne Highlander
All these niggas getting side tracked
Ndiyababeat-a ndiyi mind map
Sobashiyela nje tots the juice
Sobashiyela nje tots yemhlunzi
Yam imalis isathenga kugin
Lam ifele lie khabethini
Sel i? nje ngomongi man
Sakhoo iskhala sigcwel intsomi good night
Ja, nonsons, nje ngoba si sgantsontso
I give them the wave, I tell them to play
They want me to stay
I pull up on stage, I give them the rage
I gotta engage
All black in my Dickie's
Long money like my dick is
Boss moves, thand uk'vusa
ALl hem niggas number two
I ain't even in the suit
Do my business in a coupe
Barely getting what I'm due
Tell me who the fuck are you
Khaubalis inyani xa ithetha neJani
Rabul icup, woza ne lime
Galel iwine, faka ne ice
Yonk into inice

chorus

verse 2
Stering, bandibanga nge stering
Aninazo nenhloni, ndim onenhloni, ifikil iboss
Ndim inja yegame eita magoji
Ndipheth itiming, kodwa andinayo ne watch
Showed them how to do it ndingena torch
Ndim ithemba Thembinkosi Lorch
Bafana Bafana, fana nenfana
Dlala ngezam, ndizak'bamba ngempama
Xabela sihambe, ndik'biza ngegama
? phuma ngaphandle
Lana thand uk'sokolisa
Pheth icheri efinc' iTweezer
Yam icheri inje ngobisi
Ndisebenzile ubona nje ndize no Nicki Minaj
Mhlambe no Meagan ihashi
Yang' uzamthemngel' iblush
Ndimthengel' ibooze, keep that in the boot
Ndimbizel' uRouge amthengel irule
I'm funny kakhulu, ndiyafana ne stooge
Nigga I'm cool, icheri yakho iyavuma

chorus